Ithuba lokuphumula usuku okanye iveki : Icandelo le-15 Izibonelo Zemigomo

Ithuba lokuphumula usuku okanye iveki : Icandelo le-15. Umqeshwa makafumane ixesha lokuphumula emva kweyure ezili-12 ezilandelelanayo kunye neveki yokuphumula emva kweeyure ezingama-36. Xa kuvunyelwene eli khefu malidibanise nosuku lwangeCawe.