Ubuhlakani bukarhulumente nabecandelo lezoshishino Izibonelo Zemigomo

Ubuhlakani bukarhulumente nabecandelo lezoshishino. Ubuhlakani bukarhulumente naabecandelo lezoshishino (PPPs) iya kuba yinkalo engundoqo kumanyathelo ongenelelo e-WCED, ngakwicala lohlengahlengiso lweeprojekthi esele ziqhuba kwizikolo zethu nasekugayeni ezinye izinto zoncediso zokuba zinqwnqwadelwe kwicala lophuhliso lwemfundo.