We use cookies on our site to analyze traffic, enhance your experience, and provide you with tailored content.

For more information visit our privacy policy.

Common use of ASINAKUZE SIPHULUKANE NAMALUNGELO ETHU Clause in Contracts

ASINAKUZE SIPHULUKANE NAMALUNGELO ETHU. Asiphulukani nawaphi na amalungelo eThu phantsi kwesi siVumelwano ukuba asizingisi kuwo ngoko nangoko kwaye kuyo nayiphi na imeko. Ungayivezi njengentetho yokuzikhusela ukuba Thina sinelungelo kodwa sukuyinyanzela ngexesha elifanelekileyo. Umzekelo, ukuba sikolulela ixesha lokuhlawula iintlawulo zaKho zarhoqo ngenyanga ngenyanga enye, akuthethi ukuba sikolulela ixesha kwinyanga elandelayo okanye kuyo nayiphi na enye inyanga.

Appears in 4 contracts

Samples: Kredietfasiliteit, Kredietfasiliteit, Kredietfasiliteit