Common use of Imigaqo-nkqubo, izinto eziphambili ngokubaluleka neenjongo ezicwangcisekileyo Clause in Contracts

Imigaqo-nkqubo, izinto eziphambili ngokubaluleka neenjongo ezicwangcisekileyo. • Ukukhuthaza ufikeleleko lweekholeji ze-FET• Unxibelelwano phakathi kwemfundo ye-GET neMfundo ePHakamileyo (Higher Education)• Ukuqulkunqa isicwangciso esiliqili sekharityhulam yeekholeji ze-FET nezigqeba zenkxaso• Ukuqulunqa imisebenzi yokufunda emitsha ehambelanayo neemfuno zoqoqosho nezabahlali. Injongo ecwangcisekileyos for Umsetyenzana 5.1: Public institutions Inkalo ekujoliswe kuyoInjongo ecwangcisekileyoUkuqinisekisa ukuba bonke abahlala kweli phondo bafumana imfundo ye- FET esemgangathweni.• Ukubonelela abafundi ngendawo kwiikholeji ze-FET ngokomgaqo- nkqubo.• Ukuphucula ufikeleleko nolwazi ngemfundo yeekholeji ze-FET kubafundi abavela kumaqela awayefudula esingelwe phantsi.• Ukwandisa amanani abafundi ababhalise kwiikholeji ze-FET kwizifundo ezifanelekileyo, ngakumbi abo bafundi bavela kumaqela awayefudula esingelwe phantsi.• Ukukhuthaza uphuhliso lwezifundo ezihambelanayo neemfuno zephondo eli kwezoqoqosho nakwezentlalo.• Ukubonelela abafundi abavela kwiimeko zentlupheko ngemali-mboleko yokufunda kwiikholeji ze-FET.• Ukuseka iiyunithi xenkxaso yabafundi kuzo zonke iikholeji, zize zincede ekugayweni, ekuxhasweni nasekuthathweni kwabafundi Iinjongo ezicwangcisekileyo zoMsetyenzana 5.2: Iinkonzo zobungcali Inkalo ekujoliswe kuyoInjongo ecwangcisekileyoUkuqinisekisa ulawulo olunempumelelo kuzo zonke iindawo ekufundelwa kuzo nakwizigqeba ezinika inkxaso.• Ukufezekisa inkqubo epheleleyo nenolingano yokwabiwa kweemali, kwezibonelelo zezakhiwo nabantu bokusebenza kuyo yonke imfundo le.• Ukuphucula ulwazi nezakhono zamagosa olawulo aziintloko ngokusebenzisa inkxaso neqeqesho olujolisekileyo.• Ukuphucula ulwazi nezakhono zekhansile zeekholeji ze-FET ngokusebenzisa inkxaso neqeqesho olujolisekileyo.• Ukuphucula ulawulo lwekharityhulam neenkqubo zokuvandlakanya.• Ukuphucula ulawulo lweemali nophuculo lomgangatho kuwo onke amanqanaba ngokwezikhokelo zomgaqo-nkqubo wephondo nangokwesikhokelo somthetho.• Ukubonelela zonke iikholeji ze-FET zikarhulumente ngenkxaso yobungcali Iinjongo ezicwangcisekileyo zoMsetyenzana 5.3: Uphuhliso lwabasebenzi Inkalo ekujoliswe kuyoInjongo ecwangcisekileyoUkuxhobisa nokuxhasa ootitshala kumalinge abo okubonelela ngemfundo enempumelelo.• Ukubonelela iikholeji ze-FET zikarhulumente ngootitshala ngokomgaqo-nkqubo.• Ukuphuhlisa umgangatho wocikizeko lebutho lootitshala ngokusoloko benikwa inkxaso yobungcali.• Ukuphuhlisa uncedo olunokunikwa ngamajelo eendaba nayitheknoloji (imfundo yekhompuyutha ne-ICT) ngenjongo yokuphucula umsebenzi wokufundisa nokufunda nokuxhasa ikharityhulam.• Ukuxhobisa ootitshala ngenjongo yokuqinisekisa uphuhliso lwekharityhulam, imfezeko nenkxaso.

Appears in 1 contract

Samples: wcedonline.westerncape.gov.za

Imigaqo-nkqubo, izinto eziphambili ngokubaluleka neenjongo ezicwangcisekileyo. • Ukukhuthaza ufikeleleko lweekholeji zeKuza kubonelelwa abafundi abangama-2 500 abatsha ngonyaka ukuba babhalise kwimfundo ye- ABET. Loo nto iza kwenziwa ngokubonelela ngezi zinto zilandelayo:• Iikharityhulam zamanqanaba 1, 2 nele-3 e-FET• Unxibelelwano phakathi kwemfundo ABET – ezibandakanya imisebenzi emibini, ukubala nokufunda, eziqhutywa kuwo onke amaziko okufunda asekuhlaleni• Amaziko eNqanaba 4 asekelwe ukuba abonelele ngeenkalo ngeenkalo ezahlukeneyo zokufunda ezikhokelela ekufunyanweni kwe-GETC ngumfundi kuloo ndawo ahlala kuyo• Ukubonelela ngezakhiwo neemali zokuxhasa ikharityhulam ye-GET neMfundo ePHakamileyo ABET• Zonke ii-CLC zifumana ikhompuyutha neprinta• Bonke ootitshala abakhoyo bayalufumana uqeqesho ekujoliswe kulo nokuba bonke ootitshala abatsha bafumana uqeqesho loqhelaniso, uqeqesho nophuhliso• Bonke oomanejala bee-CLC bafumana uqeqesho olufanelekileyo (Higher Education)• Ukuqulkunqa isicwangciso esiliqili sekharityhulam yeekholeji zeizakhono zobungcali nezicwangciso zokuziphuhlisa) noluqhutywa okoko Iinjongo ezicwangcisekileyo zoMsetyenzana 6.1: uNcediso-FET nezigqeba zenkxaso• Ukuqulunqa imisebenzi yokufunda emitsha ehambelanayo neemfuno zoqoqosho nezabahlali. Injongo ecwangcisekileyos for Umsetyenzana 5.1: Public institutions mali lwamaziko oluntu Inkalo ekujoliswe kuyoInjongo ecwangcisekileyoUkuqinisekisa ukuba bonke abahlala kweli phondo bafumana imfundo ye- FET esemgangathweni.• Ukubonelela ecwangcisekileyoUkuphucula ufikeleleko lwe-ABET nophuhliso lwezakhono zabantu abadala ngokomgaqo-nkqubo.• Ukwandisa amanani abafundi, ngakumbi ababhinqileyo, abafundi ngendawo kwiikholeji basemaphandleni, ababhalise kwizifundo ze-FET ngokomgaqo- nkqubo.• Ukuphucula ufikeleleko nolwazi ngemfundo yeekholeji ABET neze-AFET kwii- CLC ngama-2 500 ubuncinane ngonyaka ngamnye.• Ukuqulunqa imfundo ye-ABET ne-AFET esekelwe kwiinjongo ezithile.• Ukuseka ubuhlakani namanye amasebe karhulumente, izigqeba zemfundo noqoqosho (ii-SETA) nemibutho engeyoyakwarhulumente (NGOs) ekuqhutyweni kwezifundo ze-FET kubafundi abavela kumaqela awayefudula esingelwe phantsi.• Ukwandisa ABET ne-AFET.• Ukunyusa amanani abafundi ababhalise kwiikholeji zeaabafundi abangabantu abadala abazigqiba ngempumelelo izifundo izifundo zabo kumanqanba e-FET kwizifundo ezifanelekileyo, ngakumbi abo bafundi bavela kumaqela awayefudula esingelwe phantsi.• Ukukhuthaza uphuhliso lwezifundo ezihambelanayo neemfuno zephondo eli kwezoqoqosho nakwezentlalo.• Ukubonelela abafundi abavela kwiimeko zentlupheko ngemaliABET nawe-mboleko yokufunda kwiikholeji ze-FET.• Ukuseka iiyunithi xenkxaso yabafundi kuzo zonke iikholeji, zize zincede ekugayweni, ekuxhasweni nasekuthathweni kwabafundi FET. Iinjongo ezicwangcisekileyo zoMsetyenzana 5.26.2: Iinkonzo iiNkonzo zobungcali Inkalo ekujoliswe kuyoInjongo ecwangcisekileyoUkuqinisekisa ulawulo olunempumelelo kuzo zonke iindawo ekufundelwa kuzo nakwizigqeba ezinika inkxaso.• Ukusondeza inkxaso ngolawulo nophuhliso kwii-CLC ngomsebenzi wee-EMDCs nangezinye iinkonzo zobungcali.• Ukufezekisa inkqubo epheleleyo nenolingano yokwabiwa kweemali, kwezibonelelo zezakhiwo nabantu bokusebenza kuyo yonke imfundo le.• Ukuphucula ulwazi nezakhono zamagosa olawulo aziintloko zeemanejala zee-CLC ngokusebenzisa inkxaso neqeqesho olujolisekileyo.• Ukuphucula ulwazi nezakhono zekhansile zeekholeji ze-FET zezigqeba ezilawulayo ngokusebenzisa inkxaso neqeqesho olujolisekileyo.• Ukuphucula ulawulo lwekharityhulam neenkqubo zokuvandlakanya.• Ukuphucula ulawulo lweemali nophuculo lomgangatho kuwo onke amanqanaba ngokwezikhokelo zomgaqo-nkqubo wephondo nangokwesikhokelo somthetho.• Ukubonelela zonke iikholeji zeonke amaziko e-FET zikarhulumente ABET ngenkxaso yobungcali yobungcali. Iinjongo ezicwangcisekileyo zoMsetyenzana 5.36.3: Uphuhliso uPhuhliso lwabasebenzi Inkalo ekujoliswe kuyoInjongo ecwangcisekileyoUkuxhobisa nokuxhasa ootitshala kumalinge abo okubonelela ngemfundo enempumelelo.• Ukubonelela iikholeji ze-FET zikarhulumente ngootitshala ngokomgaqo-nkqubo.• Ukuphuhlisa umgangatho wocikizeko lebutho lootitshala ngokusoloko benikwa inkxaso yobungcali.• Ukuphuhlisa uncedo olunokunikwa ngamajelo eendaba nayitheknoloji (imfundo yekhompuyutha ne-ICT) ngenjongo yokuphucula umsebenzi wokufundisa nokufunda nokuxhasa ikharityhulam.• Ukuxhobisa ootitshala ngenjongo yokuqinisekisa uphuhliso lwekharityhulam, imfezeko nenkxaso.

Appears in 1 contract

Samples: wcedonline.westerncape.gov.za

Imigaqo-nkqubo, izinto eziphambili ngokubaluleka neenjongo ezicwangcisekileyo. • Ukukhuthaza ufikeleleko lweekholeji ze-FET• Unxibelelwano phakathi kwemfundo ye-GET neMfundo ePHakamileyo (Higher Education)• Ukuqulkunqa isicwangciso esiliqili sekharityhulam yeekholeji ze-FET nezigqeba zenkxaso• Ukuqulunqa imisebenzi yokufunda emitsha ehambelanayo neemfuno zoqoqosho nezabahlali. Injongo ecwangcisekileyos for Umsetyenzana 5.1Iinjongo ezicwangcisekileyos zoMsetyenzana 2.1: Public institutions Isigaba seeprayimari zikarhulumente Inkalo ekujoliswe kuyoInjongo ecwangcisekileyoUkuqinisekisa ukuba bonke abantwana abahlala kweli phondo bafumana imfundo ye- FET esemgangathweni.• Ukubonelela abafundi ngendawo kwiikholeji ngeendawo ezikolweni zaseziprayimari ngokomgaqo-nkqubo• Ukubonelela izikolo zaseprayimari ngezibonelelo eziphambili ngokomgaqo-nkqubo• Ukuphucula amathuba okufikelela emfundweni amaqela ayefudula esingelwe phantsi• Ukubonelela ootitshala ngoqeqesho olucwangcisekileyo kwiKharityhulam yeSizwe• Ukuphucula indlela abasebenza ngayo abantwana ekubaleni nasekufundeni• Ukuphucula ucikizeko lwemfundo ngokubanzi nokuphucula amanani abafundi abagqibayo esikolweni nomgangatho wemfundo ngokubanzi nje.• Ukukhuthaza impumelelo nokubandakanyeka kwabafundi abaneemfuno zemfundo ezizodwa.• Ukubonelela abafundi abahluphekileyo ngezinto zokuhamba nangeehostele• Ukuqhuba iphulo lokondliwa kwabantwana kwizikolo zaseprayimaari (PSNP)• Ukubuyisela iindlela zokuziphatha kakuhle kwabafundi ezikolweni.Ukuqinisekisa ukufunda okunempumelelo ezikolweni• Ukukhawulezisa ukubonelelwa kwezikolo zonke ngezibonelelo ze-FET ngokomgaqo- nkqubo.• Ukuphucula ufikeleleko nolwazi ngemfundo yeekholeji zeICT.• Ukuqinisekisa ukufundiswa kwekharityhulam ngokusebenzisa i-FET kubafundi abavela kumaqela awayefudula esingelwe phantsi.• ICT.• Ukuqinisekisa ukuba kuqulunqwa kulawulwe iziqulatho zoovimba beenkcukacha zekhompuyutha.• Ukuqinisekisa ukuba ootitshala bayaqeqeshwa ekusebenziseni ii- ICT ekuncediseni imisebenzi yabo yokufundisaUkuqinisekisa iimeko zokhuseleko kumaziko emfundo eziyimfuneko ekufundiseni nasekufundeni• Ukukhuthaza imeko yokhuseleko ezikolweni ngkubambisana nabahlali namanye amasebe karhulkumente.• Ukuphelisa iimeko zokudlakazeka kwezakhiwo ezikwiindawo ekufundelwa kuzo.• Ukukhuthaza ukuqondwa kweemeko zentlalo apha kweli phondo nendlela ezizichaphazela ngayo ezikolweni. Iinjongo ezicwangcisekileyo zoMsetyenzana 2.2: Izikolo zasesekondari zikarhulumente Inkalo ekujoliswe kuyoInjongo ecwangcisekileyoUkuqinisekisa ukuba bonke abantwana abahlala kweli phondo bafumana imfundo esemgangathweni.• Ukubonelela abafundi ngeendawo ezikolweni zasesekondari ngokomgaqo-nkqubo• Ukubonelela izikolo zasesekondari ngezibonelelo eziphambili ngokomgaqo-nkqubo• Ukwandisa amanani abafundi be-FET ababhalise kwiikholeji kwizifundo ezifanelekileyo ngakumbi abavela kumaqela ayefudula esingelwe phantsi•Inkalo ekujoliswe kuyoInjongo ecwangcisekileyo • Ukwandisa amanani abafundi abayigqiba ngempumelelo imfundo yabo kwinqanaba lemfundo ye-FET.• Ukwandisa amanani abafundi abasifumanayo isiqinisekiso sokugqiba esikolweni esibavumelayo ukuba bagqithele kwimfundo ephakamileyo• Ukwandisa amanani abafundi abafunda baphumelele imathematika nezenzululwazi• Ukukhuthaza impumelelo nokubandakanyeka kwabafundi abaneemfuno zemfundo ezizodwa.Ukuqinisekisa ukufunda okunempumelelo ezikolweni zasesekondari zikarhulumente• Ukukhawulezisa ukubonelelwa kwezikolo zonke ngezibonelelo ze-FET kwizifundo ezifanelekileyo, ngakumbi abo bafundi bavela kumaqela awayefudula esingelwe phantsi.• ICT.• Ukuqinisekisa ukufundiswa kwekharityhulam ngokusebenzisa i-ICT.• Ukuqinisekisa ukuba kuqulunqwa kulawulwe iziqulatho zoovimba beenkcukacha zekhompuyutha.• Ukuqinisekisa ukuba ootitshala bayaqeqeshwa ekusebenziseni ii- ICT ekuncediseni imisebenzi yabo yokufundisaUkuqinisekisa iimeko zokhuseleko kumaziko emfundo eziyimfuneko ekufundiseni nasekufundeni• Ukukhuthaza uphuhliso lwezifundo ezihambelanayo neemfuno zephondo eli kwezoqoqosho nakwezentlalo.• Ukubonelela abafundi abavela kwiimeko zentlupheko ngemali-mboleko yokufunda kwiikholeji ze-FET.• Ukuseka iiyunithi xenkxaso yabafundi kuzo zonke iikholeji, zize zincede ekugayweni, ekuxhasweni nasekuthathweni kwabafundi imeko yokhuseleko ezikolweni ngkubambisana nabahlali namanye amasebe karhulkumente.• Ukuphelisa iimeko zokudlakazeka kwezakhiwo ezikwiindawo ekufundelwa kuzo.• Ukukhuthaza ukuqondwa kweemeko zentlalo apha kweli phondo nendlela ezizichaphazela ngayo ezikolweni. Iinjongo ezicwangcisekileyo zoMsetyenzana 5.22.3: Iinkonzo iiNkonzo zobungcali Inkalo ekujoliswe kuyoInjongo ecwangcisekileyoUkuqinisekisa ulawulo olunempumelelo kuzo zonke iindawo ekufundelwa kuzo nakwizigqeba ezinika inkxaso.• inkxaso• Ukusondeza inkxaso ngolawulo nophuhliso ezikolweni ngomsebenzi wee-EMDCs nangezinye iinkonzo zobungcali.• Ukufezekisa inkqubo epheleleyo nenolingano yokwabiwa kweemali, kwezibonelelo zezakhiwo nabantu bokusebenza kuyo yonke imfundo le.• Ukuphucula ulwazi nezakhono zamagosa olawulo aziintloko zeenqununu zezikolo ngokusebenzisa inkxaso neqeqesho olujolisekileyo.• Ukuphucula ulwazi nezakhono zekhansile zeekholeji ze-FET zezigqeba ezilawulayo ngokusebenzisa inkxaso neqeqesho olujolisekileyo.• Ukuphucula ulawulo lwekharityhulam neenkqubo zokuvandlakanya.• Ukuphucula ulawulo lweemali nophuculo lomgangatho kuwo onke amanqanaba ngokwezikhokelo zomgaqo-nkqubo wephondo nangokwesikhokelo somthetho.• Ukubonelela zonke iikholeji ze-FET izikolo zikarhulumente zesiqhelo ngenkxaso yobungcali yobungcali. Iinjongo ezicwangcisekileyo zoMsetyenzana 5.32.4: Uphuhliso uPhuhliso lwabasebenzi Inkalo ekujoliswe kuyoInjongo ecwangcisekileyoUkuxhobisa nokuxhasa ootitshala kumalinge abo okubonelela ngemfundo enempumelelo.• enempumelelo• Ukubonelela iikholeji ze-FET izikolo zaseprayimari nasesekondari zikarhulumente ngootitshala ngokomgaqo-nkqubo.• nkqubo• Ukuqinisekisa ukuba iphondo eli liqesha inani elaneleyo lootitshala abaqeqesheke ngokufanelekileyo.• Ukuxhasa amalinge okugaya abafundi beze kumaziko oqeqesho lobutitshala.• Ukuphuhlisa umgangatho wocikizeko lebutho lootitshala ngokusoloko benikwa inkxaso yobungcali.• Ukuphuhlisa uncedo olunokunikwa ngamajelo eendaba nayitheknoloji (imfundo yekhompuyutha ne-ICT) ngenjongo yokuphucula umsebenzi wokufundisa umsebenziwokufundisa nokufunda nokuxhasa ikharityhulam.• ikharityhulam.Inkalo ekujoliswe kuyoInjongo ecwangcisekileyo • Ukuxhobisa ootitshala ngenjongo yokuqinisekisa uphuhliso lwekharityhulam, imfezeko nenkxaso.nenkxaso.• Ukusungula imisebenzi yophuhliso lootitshala ngokusebenzisa iCape Teaching Institute (CTI)• Ukubonelela ootitshala ngenkxaso yobungcali. Iinjongo ezicwangcisekileyo zoMsetyenzana 2.5: uMsebenzi wokondliwa kwabafundi baseziprayimaari Inkalo ekujoliswe kuyoInjongo ecwangcisekileyoUkubonelela abafundi ekubonwe ukuba bahluphekile, bayalamba ngento yokutya ebubuncinane obuyimfuneko ukuzebafunde ngempumelelo esikolweni• Ukubonelela abafundi abangama-149 000 kwizikolo zaseprayimari ezingama-866 ekubonwe ukuba bahluphekile, bayalamba ngento yokutya ebubuncinane obuyimfuneko ukuze bafunde ngempumelelo esikolweni

Appears in 1 contract

Samples: wcedonline.westerncape.gov.za

Imigaqo-nkqubo, izinto eziphambili ngokubaluleka neenjongo ezicwangcisekileyo. • Ukukhuthaza ufikeleleko lweekholeji zeUmgaqo-FET• Unxibelelwano phakathi kwemfundo ye-GET neMfundo ePHakamileyo nkqubo wephondo eli kukubonelela abantwana ukuya kwabaneminyaka emihlanu ngemfundo yeBanga R esemgangathweni ophezulu. Le mfundo kufuneka ikhuthaze ukukhula kwabantwana abaneminyaka emihlanu ngokwasentlalweni, engqondweni, emphefumlweni nasemzimbeni, iqinisekise ngakumbi ukuba aba bantwana bakwiindawo zemfundo ezikhuselekileyo nezinika umdla. Le ndawo ke ibaluleke kakhulu kwezo ndawo apho abazali bangafundanga namakhaya engenazo izinto zokufunda nezokuncedisa izifundo. Ikharityhulam yeBanga R yeNkcazo yeKharityhulam yeSizwe (Higher Education)• Ukuqulkunqa isicwangciso esiliqili sekharityhulam yeekholeji ze-FET nezigqeba zenkxaso• Ukuqulunqa imisebenzi yokufunda emitsha ehambelanayo neemfuno zoqoqosho nezabahlaliNational Curriculum Statement (NCS) izicacisa ngokuthe gca izakhono nolwazi elufanele kufunikwa abantwana abaneminyaka emihlanu.Umngeni elijongene nawo ke iphondo eli kukuba liqinisekise ukuba iziphumo zemfundo yebanga R NCS, ngakumbi ekufundeni nasekubaleni ziyagxininiswa zifunyanwe ngabo bonke abafundie kwiindawo ezinebanga R ngo-2010. Injongo ecwangcisekileyos for Umsetyenzana 5.1Iinjongo ezicwangcisekileyo zoMsetyenzana 7.1: Public institutions iBanga R kwizikolo zikarhulumente Inkalo ekujoliswe kuyoInjongo ecwangcisekileyoUkuqinisekisa ukuba bonke abahlala kweli phondo bafumana imfundo ye- FET esemgangathweni.• esemgangathweni• Ukubonelela abafundi ngendawo kwiikholeji zeyamabanga R kwizikolo zikarhulumente zesiqhelo ngokomgaqo-FET ngokomgaqo- nkqubo.• nkqubo nobukho bendawo yokufunda yokufundisa.• Ukuphucula ufikeleleko nolwazi ngemfundo yeekholeji ze-FET kubafundi lwemfundo kubanfundi abavela kumaqela awayefudula esingelwe phantsi.• Ukwandisa amanani abafundi ababhalise kwiikholeji abakwizifundo zebanga R khona ukuze bonke abafundi abaneminyaka emihlanu abahlala eNtshona Koloni babhaliswe kwizifundo zebanga R.• Ukuqinisekisa ukuba iziphumo zemfundo ze-FET kwizifundo ezifanelekileyoNCS ziyafundiswa kwaye ziyafikelelwa kuwo onke amabanga R (kuya kuqhutywa iimvavanyo zokukhangela ukukulungela kwabantwana ukuya kuqala isiko)• Ukubonelelwa kweendawo zonke ngezincedisi-mfundo zokuxhasa ukufundiswa kwe-NCS kwibanga R• Ukuqeqesha bonke ootitshala bebanga R kwi-NCS• Ukukhangela abantwana abasokolayo nokuqwalasela ezo zinto zizizithintelo kwimfundo yabo. Iinjongo ezicwangcisekileyo zoMsetyenzana 7.2: iBanga kumaziko asekuhlaleni Inkalo ekujoliswe kuyoInjongo ecwangcisekileyoUkuqinisekisa ukuba bonke abahlala kweli phondo bafumana imfundo esemgangathwen• Ukubonelela ngendawo yebanga R kumaziko asekuhlaleni axhaswa ngurhu lumente ngokwezikhokelo zomgaqo-nkqubo, ngakumbi abo bafundi bavela kodwa isikakhulu ngokwezePhepha leNgcaciso yoMgaqo-nkqubo 5 (White Paper)• Ukuphucula ufikeleleko lwemfundo kubanfundi abavela kumaqela awayefudula esingelwe phantsi.• Ukukhuthaza uphuhliso lwezifundo ezihambelanayo neemfuno zephondo eli kwezoqoqosho nakwezentlalo.• Ukubonelela abafundi abavela kwiimeko zentlupheko ngemali-mboleko yokufunda kwiikholeji Ukuqinisekisa ukuba iziphumo zemfundo ze-FET.• Ukuseka iiyunithi xenkxaso yabafundi kuzo NCS ziyafundiswa kwaye ziyafikelelwa kuwo onke amabanga R (kuya kuqhutywa iimvavanyo zokukhangela ukukulungela kwabantwana ukuya kuqala isikolo)• Ukubonelelwa kweendawo zonke iikholeji, zize zincede ekugayweni, ekuxhasweni nasekuthathweni kwabafundi Iinjongo ezicwangcisekileyo zoMsetyenzana 5.2ngezincedisi-mfundo zokuxhasa ukufundiswa kwe-NCS kwibanga R• Ukuqeqesha bonke ootitshala bebanga R kwi-NCS• Ukukhangela abantwana abasokolayo nokuqwalasela ezo zinto zizizithintelo kwimfundo yabo. Injongo ecwangcisekileyos for Umsetyenzana 7.3: Iinkonzo zobungcali Professional services Inkalo ekujoliswe kuyoInjongo ecwangcisekileyoUkuqinisekisa ulawulo olunempumelelo kuzo zonke iindawo ekufundelwa kuzo nakwizigqeba ezinika inkxaso.• Ukusondeza inkxaso ngolawulo nophuhliso kwiindawo zebanga R ngomsebenzi wee-EMDCs nangezinye iinkonzo zobungcali.• Ukufezekisa inkqubo epheleleyo nenolingano yokwabiwa kweemali, kwezibonelelo zezakhiwo nabantu bokusebenza kuyo yonke imfundo le.• Ukuphucula ulwazi nezakhono zamagosa olawulo aziintloko zootitshala bebanga R ngokusebenzisa inkxaso neqeqesho olujolisekileyo.• Ukuphucula ulwazi nezakhono zekhansile zeekholeji ze-FET zezigqeba ezilawulayo ngokusebenzisa inkxaso neqeqesho olujolisekileyo.• olujolisekileyo.Inkalo ekujoliswe kuyoInjongo ecwangcisekileyo • Ukuphucula ulawulo lwekharityhulam neenkqubo zokuvandlakanya.• Ukuphucula ulawulo lweemali nophuculo lomgangatho kuwo onke amanqanaba ngokwezikhokelo zomgaqo-nkqubo wephondo nangokwesikhokelo somthetho.• Ukubonelela zonke iikholeji ze-FET zikarhulumente iindawo zebanga R ngenkxaso yobungcali Iinjongo yobungcali. Injongo ezicwangcisekileyo zoMsetyenzana 5.37.4: Uphuhliso lwabasebenzi Inkalo ekujoliswe kuyoInjongo ecwangcisekileyoUkuxhobisa nokuxhasa ootitshala kumalinge abo okubonelela ngemfundo enempumelelo.• Ukubonelela iikholeji ze-FET zikarhulumente ngootitshala ngokomgaqo-nkqubo.• Ukuqinisekisa ukuba iphondo eli liqesha inani elaneleyo lootitshala abaqeqeshwe ngokufanelekileyo.• Ukuphuhlisa umgangatho wocikizeko lebutho lootitshala ngokusoloko benikwa inkxaso yobungcali.• Ukuphuhlisa uncedo olunokunikwa ngamajelo eendaba nayitheknoloji (imfundo yekhompuyutha neyobungcali kwi-ICT) ngenjongo yokuphucula umsebenzi wokufundisa nokufunda nokuxhasa ikharityhulam.• RNCS.• Ukuxhobisa ootitshala ngenjongo yokuqinisekisa uphuhliso lwekharityhulam, imfezeko nenkxasonenkxaso.• Ukubonelela ootitshala ngenkxaso yemfundo eyodwa.

Appears in 1 contract

Samples: wcedonline.westerncape.gov.za

Imigaqo-nkqubo, izinto eziphambili ngokubaluleka neenjongo ezicwangcisekileyo. • Ukukhuthaza ufikeleleko lweekholeji ze-FET• Unxibelelwano phakathi kwemfundo ye-GET neMfundo ePHakamileyo (Higher Education)• Ukuqulkunqa isicwangciso esiliqili sekharityhulam yeekholeji ze-FET nezigqeba zenkxaso• Ukuqulunqa imisebenzi yokufunda emitsha ehambelanayo neemfuno zoqoqosho nezabahlali. Injongo ecwangcisekileyos for Umsetyenzana 5.1Iinjongo ezicwangcisekileyo zoMsetyenzana 4.1: Public institutions iZikolo zikarhulumente ezizodwa Inkalo ekujoliswe kuyoInjongo ecwangcisekileyoUkuqinisekisa ukuba bonke abantwana abahlala kweli phondo bafumana imfundo ye- FET esemgangathweni.• Ukubonelela abafundi ngendawo kwiikholeji zengeendawo ezikolweni zikarhulumente ezizodwa ngokomgaqo-FET ngokomgaqo- nkqubo.• nkqubo• Ukuphucula ufikeleleko nolwazi ngemfundo yeekholeji ze-FET kubafundi ukufikelelwa kwezikolo zikarhulumente ezizodwa ngabafundi abavela kumaqela awayefudula esingelwe kwiindawo ezazifudula zisingelwe phantsi.• Ukwandisa amanani abafundi ababhalise kwiikholeji ze-FET kwizifundo ezifanelekileyo, ngakumbi abo bafundi bavela kumaqela awayefudula esingelwe phantsi.• Ukukhuthaza uphuhliso lwezifundo ezihambelanayo neemfuno zephondo eli kwezoqoqosho nakwezentlalo.• Ukubonelela abafundi abavela kwiimeko zentlupheko ngemali-mboleko yokufunda kwiikholeji ze-FET.• Ukuseka iiyunithi xenkxaso yabafundi kuzo zonke iikholejingenkxaso ngezasemphefumlweni, zize zincede ekugayweniezasentlalweni, ekuxhasweni nasekuthathweni kwabafundi ezamayeza, ezonyango nokufunda.• Ukukhuthaza imfundo enempumelelo nebandakanyayo kubafundi abaneemfuno zemfundo ezizodwa.• Ukuqinisekisa ukuba liphezulu inani labafundi bezikolo zikarhulkumente ezizodwa abayigqibayo imfundo yabo.• Ukufumana ezona ziphumo zakha zaphezulu kubafundi bezikolo zikarhulumente ezizodwa.Iinjongo ezicwangcisekileyo zoMsetyenzana 5.2fzoMsetyenzana 4.2: Iinkonzo iiNkonzo zobungcali Inkalo ekujoliswe kuyoInjongo ecwangcisekileyoUkuqinisekisa ulawulo olunempumelelo kuzo zonke iindawo ekufundelwa kuzo nakwizigqeba ezinika inkxaso.• Ukusondeza inkxaso ngolawulo nophuhliso ezikolweni ngomsebenzi wee-EMDCs nangezinye iinkonzo zobungcali.• Ukufezekisa inkqubo epheleleyo nenolingano yokwabiwa kweemali, kwezibonelelo zezakhiwo nabantu bokusebenza kuyo yonke imfundo le.• Ukuphucula ulwazi nezakhono zamagosa olawulo aziintloko zeenqununu zezikolo ngokusebenzisa inkxaso neqeqesho olujolisekileyo.• Ukuphucula ulwazi nezakhono zekhansile zeekholeji ze-FET zezigqeba ezilawulayo ngokusebenzisa inkxaso neqeqesho olujolisekileyo.• Ukuphucula ulawulo lwekharityhulam neenkqubo zokuvandlakanya.• Ukuphucula ulawulo lweemali nophuculo lomgangatho kuwo onke amanqanaba ngokwezikhokelo zomgaqo-nkqubo wephondo nangokwesikhokelo somthetho.• Ukubonelela zonke iikholeji ze-FET izikolo zikarhulumente zesiqhelo ngenkxaso yobungcali Iinjongo ezicwangcisekileyo zoMsetyenzana 5.34.3: Uphuhliso uPhuhliso lwabasebenzi Inkalo ekujoliswe kuyoInjongo ecwangcisekileyoUkuxhobisa nokuxhasa ootitshala kumalinge abo okubonelela ngemfundo enempumelelo.• Ukubonelela iikholeji ze-FET izikolo zikarhulumente ezizodwa ngootitshala ngokomgaqo-nkqubo.• Ukuqinisekisa ukuba iphondo eli liqesha inani elaneleyo lootitshala abaqeqesheke ngokufanelekileyo.• Ukuxhasa amalinge okugaya abafundi beze kumaziko oqeqesho lobutitshala.• Ukuphuhlisa umgangatho wocikizeko lebutho lootitshala ngokusoloko benikwa inkxaso yobungcali.• Ukuphuhlisa uncedo olunokunikwa ngamajelo eendaba nayitheknoloji (imfundo yekhompuyutha ne-ICT) ngenjongo yokuphucula umsebenzi wokufundisa nokufunda nokuxhasa ikharityhulam.• Ukuxhobisa ootitshala ngenjongo yokuqinisekisa uphuhliso lwekharityhulam, imfezeko nenkxasonenkxaso.• Ukusungula imisebenzi yophuhliso lootitshala ngokusebenzisa iCape Teaching Institute (CTI)• Ukubonelela ootitshala ngenkxaso yobungcali.

Appears in 1 contract

Samples: wcedonline.westerncape.gov.za

Imigaqo-nkqubo, izinto eziphambili ngokubaluleka neenjongo ezicwangcisekileyo. • Ukukhuthaza ufikeleleko lweekholeji ze-FET• Unxibelelwano phakathi kwemfundo ye-GET neMfundo ePHakamileyo (Higher Education)• Ukuqulkunqa isicwangciso esiliqili sekharityhulam yeekholeji ze-FET nezigqeba zenkxaso• Ukuqulunqa imisebenzi yokufunda emitsha ehambelanayo neemfuno zoqoqosho nezabahlali. Injongo ecwangcisekileyos for Umsetyenzana 5.1Uludwe: Public institutions Iinjongo ezicwangcisekileyo zoMsebenzi 1: uLawulo Inkalo ekujoliswe kuyoInjongo ecwangcisekileyoUkuqinisekisa ukuba ecwangcisekileyoUkukhuthaza ukwamkelwa koxanduva lokuphendula, ngokwamagunya anikwa ngumthetho.• Ukukhuthaza ulawulo lwentsebenziswano.• Ukungqamanisa umgaqo-nkqubo neenkqubo neenjongo ezicwangcisekileyo zikarhulkumente namagunya anikwa ngumthetho.• Ukukhuthaza iinkqubo zovandlakanyo nolawulo loqinisekiso lomgangatho ezinempumelelo.• Ukukhuthaza ulwazi lwamalungelo noxanduva lwabo bonke abahlala kweli phondo bafumana imfundo ye- FET esemgangathweni.• Ukubonelela abafundi ngendawo kwiikholeji ze-FET ngokomgaqo- nkqubo.• Ukuphucula ufikeleleko nolwazi ngemfundo yeekholeji ze-FET kubafundi abavela kumaqela awayefudula esingelwe phantsi.• Ukwandisa amanani abafundi ababhalise kwiikholeji ze-FET kwizifundo ezifanelekileyoabo bachaphazelekayo, ekubandakanywa kubo abafundi, abazali, ootitshala, iziphathamandla zezikolo, izigqeba zolawulo lwezikolo namagosa eSebe leMfundo leNtshona Koloni.• Ukubethelela isiqhelo sokufundisa nokufunda ezikolweni nasezikholejini, nokuzinikezela kuphuhliso lwabasebenzi.• Ukuthatha inxaxheba ebonakalayo ekukhawulelaneni neemfuno zesizwe esi ngokubanzi, ngakumbi abo bafundi bavela kumaqela awayefudula esingelwe phantsi.• Ukukhuthaza uphuhliso lwezifundo ezihambelanayo neemfuno zephondo eli kwezoqoqosho nakwezentlalo.• Ukubonelela abafundi abavela kwiimeko zentlupheko ngemalingokuphathelele kuqwalaselo olukhawulezileyo nolucwangcisekileyo lomba we-mboleko yokufunda kwiikholeji ze-FET.• Ukuseka iiyunithi xenkxaso yabafundi kuzo zonke iikholeji, zize zincede ekugayweni, ekuxhasweni nasekuthathweni kwabafundi Iinjongo ezicwangcisekileyo zoMsetyenzana 5.2: Iinkonzo zobungcali HIV/AIDS and Life Skills.• Ukusebenzisa ulawulo olunempumelelo kuwo onke amanqanaba emfundo.Inkalo ekujoliswe kuyoInjongo ecwangcisekileyoUkuqinisekisa ulawulo olunempumelelo kuzo zonke iindawo ekufundelwa kuzo nakwizigqeba ezinika inkxaso.• Ukufezekisa inkqubo epheleleyo nenolingano yokwabiwa kweemali, kwezibonelelo zezakhiwo nabantu bokusebenza kuyo yonke imfundo le.• Ukuphucula ulwazi nezakhono zamagosa olawulo aziintloko ngokusebenzisa inkxaso neqeqesho olujolisekileyo.• Ukuphucula ulwazi nezakhono zekhansile zeekholeji ze-FET ngokusebenzisa inkxaso neqeqesho olujolisekileyo.• Ukuphucula ulawulo lwekharityhulam neenkqubo zokuvandlakanya.• Ukuphucula ulawulo lweemali nophuculo lomgangatho kuwo onke amanqanaba ngokwezikhokelo ecwangcisekileyoUkukhuthaza ucikizeko nempumelelo yesebe.• Ukuseka ibutho leziphathamandla ezinobuchule bokuyila neziqinileyo.• Ukuqulunqa iinkqubo zomgaqo-nkqubo wephondo nangokwesikhokelo somthetho.• Ukubonelela zonke iikholeji zeeziqinileyo nolwazi apha kwiSebe eli.• Ukuseka iinkqubo zoqhagamshelwano ezifikelelwayo ngabo basebenza kwinkalo yemfundo (abangaphakathi nabangaphandle).• Ukuxhobisa ngolwazi olucacileyo ezithilini, ngenkonzo nangenkxaso.• Ukuqhuba iphulo leBatho Pele.• Ukukhawulelana ngempumeleloneemfuno zabaxhamli beenkonzo zethu.• Ukuseka iinkqubo zolawulo lwemali ezinempumelelo.• Ukufezekisa ulwabiwo olunabileyo lwemali, izinto zokusebenza nabasebenzi kwimfundo le yonke.• Ukuqinisekisa ukuba abafundi abayigqibayo imfundo yabo baninzi kangangoko.Ukuseka umsebenzi woqinisekiso lomgangatho kwiSebe leMfundo leNtshona Koloni.• Ukubeka iinkalo ezifanele kuphunyelwa ngokuphathelele kuphuhliso lwabasebenzi kwenziwe nengxelo ngendlela ohamba ngayo umsebenzi kwezi nkalo.• Ukuqinisekisa ukuba luyamkelwa uxanduva lokuphendula ngokusebenzisa uVandlakanyo oluCwangcisekileyo. ukuziVandlakanya kweZikolo (SSE), iZicwangciso zoPhuhliso zeZikolo (SDP) noVandlakanyo lweSikolo Sonke (WSE).• Ukuxhobisa ii-FET zikarhulumente ngenkxaso yobungcali Iinjongo ezicwangcisekileyo zoMsetyenzana 5.3: Uphuhliso lwabasebenzi Inkalo ekujoliswe kuyoInjongo ecwangcisekileyoUkuxhobisa nokuxhasa ootitshala kumalinge abo okubonelela ngemfundo enempumelelo.• Ukubonelela iikholeji ze-FET zikarhulumente ngootitshala ngokomgaqo-nkqubo.• Ukuphuhlisa umgangatho wocikizeko lebutho lootitshala ngokusoloko benikwa inkxaso yobungcali.• Ukuphuhlisa uncedo olunokunikwa ngamajelo eendaba nayitheknoloji (imfundo yekhompuyutha ne-ICT) ngenjongo yokuphucula umsebenzi wokufundisa nokufunda nokuxhasa ikharityhulam.• Ukuxhobisa ootitshala ngenjongo yokuqinisekisa uphuhliso lwekharityhulam, imfezeko nenkxasoofisi zolawulo ezikolweni ngabantu abanolwazi nezakhono zolawulo.• Ukuqulunqa izimiselo nemigangatho yokunikwa kweenkonzo.

Appears in 1 contract

Samples: wcedonline.westerncape.gov.za