Uphononongo lweenkonzo Izibonelo Zemigomo

Uphononongo lweenkonzo kunyaka-mali odlulileyo: ncedani nisebenzise iSicwangciso seeNkonzo ebenisifake kulo nyaka uphelileyo ukuhlola iinguqu, kunye nefuthe okanye ifuthe lombutho wenu kunye neenkonzo obonelela ngazo. Eminye imibutho ityikitye isivumelwano kunye neSebe kwaye kufuneke ukuba imane ifaka iingxelo zenkqubela- phambili rhoqo. Olu phononongo ke ngoko luza kuba sisishwankathelo sezi ngxelo ukuba ngaba bekufuneke ukuba nizingenise iingxelo kulo nyaka-mali udlulileyo.