Abasebenzi Izibonelo Zemigomo

Abasebenzi. Ingaba amanani abasebenzi awuthathela ingqalelo umgaqo-nkqubo we-EE (ulingano engqeshweni)? Ingaba baye baqeqeshwa na abasebenzi? Zibe yintoni iziphumo nefuthe loqeqesho? Ingaba abasebenzi bebelawulwa rhoqo ngabaphathi? Ingaba abasebenzi bebebandakanywa ekuthatyathweni kwezigqibo nakwizicwangciso? Ame njani amanani abantu abayekileyo emsebenzini; ingaba oku kuye kwadala iingxaki ekuqhubekeni kakuhle kweenkozo? Ingaba baye bahlolwa abasebenzi ukuba bawenza kanjani na umsebenzi wabo?