IINDLEKO ZEMALI AJONGENE NAZO URHULUMENTE Izibonelo Zemigomo

IINDLEKO ZEMALI AJONGENE NAZO URHULUMENTE. Inxalenye yezihlomelo eziphakanyiswe ngulo Mthetho oYilwayo ziyahambisana nemisebenzi yesiqhelo ehambisana nemicimbi ekhethekileyo elawulwa kusetyen- ziswa koMthetho. Ngenxa yeso sizathu, iindleko zemali kungoko sele zinikwe in- gqwalasela xa bekusenziwa uhlahlo-lwabiwo-mali elijongene nemicimbi ekheth- ekileyo emva kokuba lo Mthetho usebenza. ISebe loPhuhliso loLuntu lifumanise ink- citho kuMthetho oYilwayo elindeleke ufikelela kwi-R32 427 lewaka lezigidi ngonyaka- mali 2020/21 iyakuba ngaphezulu nge-R58.353 lewaka lezigidi ngowama-2028/29. Izihlomelo ezibonelela amaziko aphuhlisa abantwana abaselula azakuthi enze iphondo libe nenani elivisayo kwingxowa-mali ngenxa yezondleko.