IMALI ETSALELWA ILAHLEKO OKANYE UMONAKALO. Kungatsalwa imali kumvuzo wakho ukuba wonakalise impahla okanye izixhobo kwaye ufunyaniswe unetyala emva kweengxoxo zoluleko. Kungatsalwa imali engadlulanga kwikota enye (ama-25%) yomvuzo wakho ngexesha elinye itsalelwa loo monakalo.Umzekelo:Ukuba umlinganiselo wentlawulo oyifuma- nayo ngeviki yi R840.60, kube kufunekauhlawule umgeshi ngamonakelo oxabisa R400. Oku kuthetha ukuba eyona mali ininzi enokutsalwa kumvuzo wekho we R840.60 yi R210.15 noyi (25%). KWEZOLIMO | Isikhokelo esikhawulezileyo sabasebenzi kwezolimo