IMALI ETSALWAYO YA- MATYA LA Izibonelo Zemigomo

IMALI ETSALWAYO YA- MATYA LA. Ukuba uboleka imali kumqeshi wakho ukuze uthenge ukutya okanye izinto ozidingayo, loo mali iza kutsalwa kum- vuzo wakho.Imali-mboleko kumele ibhalwe phantsi kwaye kubhalwe umhla ekubolekwe ngawo njengobungqina:• Bexabiso lemali ebolekiweyo;• Isiqinisekiso sokuba le mali-mboleko ibicelwe ngumsebenzi okwezolimo.Ityala elingedlulanga ku 10% womvuzo wokho lingatsalwa lonke ngaxesha-nye.