Izidalwa ezilotywe kungajongwanga kulotywa zona (Kubhekiselelwe kubafakizicelo boDidi A Izibonelo Zemigomo

Izidalwa ezilotywe kungajongwanga kulotywa zona (Kubhekiselelwe kubafakizicelo boDidi A. Ugunyaziwe otyunjiweyo uza kufuna ukuvuza abo bafakizicelo bangabanini bamalungelo abatyale imali kwaye baphumeza amanyathelo okunciphisa ukothulwa kwezidalwa ezilotywe kungajongwanga kulotywa zona. Ugunyaziwe otyunjiweyo kwakhona uza kunika amanqaku ngokobulungisa abafakizicelo abothula izidalwa ezilotywe kungajongwanga kulotywa zona kwaye abafumene iimakethi zezi zidalwa zilotywe kungajongwanga kulotywa zona (ezingezizo izidalwa zelinefish ezikuluhlu lokuzonwabisa okanye ezithintelweyo.) INXENYE C: AMANYATHELO OLAWULO