Contract
Umnxusi unegunya ngomthetho lokubhatala irente ngokwe sivumelwano sokuqeshisa lulwaphulo mthetho. Xa umnxusi engabhatali umastandi unegunya lofuna imali yale uyityalayo arhoxise nesivumelwano sokuqeshisa.
Ukufuna imali oyityalayo, umastandi kufuneka:
1. Akuxelele uyatyala (usemva kwirente)
2. Axuxelele utyala malini
3. Akunike usuku apho umnxusi kufuneka ebhatale ngayo kwaye akulumnkise ukuba umastandi angakubambisa okanye arhoxise isivumelwano sokunxasa ukuba awukwazanga ukubhatala ngolwasuku.
Esivumelwano singatsho ukuba umastandi angakunika
ixesha elingakanani. Ukuba ayikuniki, kufuneka ibelixesha eliphakati kwentsuku ezi7 okanye ezi14.
KWENZEKA NTONI EMVAKOKO?
Ukuba awubhatali ngolwasuku:
Umastandi angarhoxisa kwaye uzohlala utyala la mali ye rente
Ukuba ubhatala emva kwexesha:
Babe nerhoxisile: Isivumelwano sakho sokunxusa sihlala sirhoxisiwe
Ukuba umastandi uyasirhoxisa isivumelwano sokuqeshisa, ukuhlala kwakho kuba ngakho semthethweni kuba awusenaso isivumelwano sokuhlala endlini yakhe. Umastandi angafuna ubhatalelwa ukumoshakala kwendawo kuwe ngexesha ubuhlala khona ngokuhgakhosemthethweni ukuba unokumangalela. Kodwa ke, usakhuselelekile ekukhutshweni ngokwe PIE Act. Ukuba umastandi ufuna ukukhupa, kufuneka ayofuna umyalelo wokugxothwa enkundleni.
IBALULEKILE: UMASTANDI AKAKWAZI UKWENZA IZINTO NGOKUNGASEKHASEMTHETHWENI UKUNYANZELISA UBA UBHATALE OKANYE UHAMBE.
Umzekelo, umastandi akakwazi uthatha impahla yakho okanye akuvalele ngaphandle kwekhaya lakho.
UKUNYANZELISA UKUBA UBHATALE: Umastandi kufuneka alandele
umnthetho xa ezokubambisa
Ukuba
Bazobhala phantsi iimpahla zonke onazo. Lento xa ibizwa "kukuncamathisela"
umastandi uyakubambisa, unothimba kufuneka xxxxxxx xxxxxxx.
iimpahla zakho kuba utyala umastandi wakho. Xa umastandi ephumelele kwinkundla xxxxxxxxx xxxxxxxx zakho zingathengiswa ubhatalela umastandi le mali ithi inkundla yamatyala uyayityala.
UKUBA UMASTANDI UQALA ENYE YEZI ZAKWI NKUNDLA YAMATYALA,
KHAWULEZA UFUNE UNCEDO LWAMAGWETHA!
UKUZE AKUGXOTHE:
Umastandi kufuneka afumane umyalelo kwinkundla yamatyala
UKUTYALA IMALI YERENTE
KUNGENZEKA NTONI XA USEMVA EKUBHATALENI IRENTE?
Khumbula, isivumelwano sokunxusa singabhalwa okanye sivunywe ngomlomo