Contract
ICandelo loLawulo loVavanyo
IsiHlomelo A
ISATIFIKETHI SEMATRIKI SIKAZWELONKE: UTSHINTSHO LWEZIFUNDO KUMABAKALA 10–12 UXWEBHU LWEMVUMELWANO (MEMORANDUM OF AGREEMENT)
Kucelwa uqaphele:
IBakala 10 Kuvumeleke utshintsho lwezifundo ezibini ubuninzi phambi kowe-30 Juni.
IBakala 11 Kuvumeleke utshintsho lwezifundo ezibini ubuninzi phambi kowe-31 Matshi. Kwiimeko ezingaqhelekanga, umfundi unokutshintsha isifundo esinye esongezelelweyo kwiBakala 11 emva kokukhutshwa kweziphumo zokuphela konyaka zeBakala 11. Utshintsho lwezifundo olulolu hlobo malwenziwe phambi kowe-15 Disemba kunyaka weBakala 11.
IBakala 12 Akukho lutshintsho lwezifundo luvumelekileyo.
Igama lesikolo: .................................................................................................................................................................................
Igama lomfundi: ........................................................................................ IBakala: ........................
Kutshintshwa esi sifundo............................................................ kwenziwe esi ...............................................................................
Ingxelo yokuvuma (declaration) eyenziwa ngumzali/ngumgcini womfundi
Mna, ....................................................... (igama lomzali/lomgcini womfundi ) onenombolo yeSazisi (ID) ,
ngokwenjenje ndicela olu tshintsho lwesifundo lukhankanywe ngasentla.
Ndiyaqonda ukuba luxanduva lwam ukukhokela nokuxhasa umfundi ukuze akwazi ukubonakalisa ulwazi nezakhono zeziphumo zokufunda ezilindelekileyo kwesi sifundo. Ngoko ke ndithatha uxanduva olupheleleyo ngendlela aqhuba ngayo umntwana wam kwisifundo esitsha.
Isignitsha yomzali/xxxxxxxx xxxxxxxx: ............................................................... Umhla: …………………………..
Ingxelo yokuvuma (declaration) eyenziwa yiNqununu
Mna, (igama lenqununu), ndiyavuma/ andivumi umfundi atshintshe esi
sifundo ......................................................... (isifundo esidala) enze esi (isifundo esitsha).
Mna ndiyalwamkela/andilwamkeli olu tshintsho lwesifundo lukhankanywe ngasentla.
Isignitsha yenqununu: .............................................................................................. Umhla: …………………………..
Ingxelo yokuvuma (declaration) eyenziwa ngutitshala wesifundo
Njengotitshala wesi sifundo ............................................................................................................ (igama lesifundo esitsha),
ndiyaluvuma olu tshintsho lwesifundo lukhankanywe ngasentla.
Ndiyaqonda ukuba luxanduva lwam ukukhokela nokuxhasa umfundi ukuze akwazi ukubonakalisa ulwazi nezakhono zeziphumo zokufunda ezilindelekileyo kwesi sifundo.
Isignitsha katitshala wesifundo: ........................................................................... Umhla: …………………………..