Standard Contracts
ContractEmployment & Human Resources • May 17th, 2017
Contract Type FiledMay 17th, 2017
ICANDELO 5 ULAWULO LWEZABASEBENZIUlawulo Lwezabasebenzi • September 3rd, 2004
Contract Type FiledSeptember 3rd, 2004Amanani aqokelelweyo kunye neenkcukacha ezipapashwe kweli candelo lengxelo yonyaka ayimfuneko ngokwemiqathango yeSahluko soku-1, seCandelo III J.3 wiMigaqo yeeNkonzo zasebuRhulumenteni, ka- 2001 (Chapter 1, Part III J.3 of the Public Service Regulations, 2001) kwaye oku kumiselwe ukuba makwenziwe kuwo onke amaSebe eeNkonzo zasebuRhulumenteni nguMphathiswa weeNkonzo zasebuRhulumenteni noLawulo (Minister for the Public Service and Administration).
ContractEmployment & Human Resources • March 19th, 2021
Contract Type FiledMarch 19th, 2021
UKUSEBENZA KUNYEAgricultural Employment Guidelines • September 10th, 2020
Contract Type FiledSeptember 10th, 2020Qaphela: Oonogada abasebenza kwiinkampani zoonogada zabucala (kwinkampa- ni yabucala) bona Abathathwa njengabasebenzi kwezolimo. Lomthetho usebenza kubasebenzi abasisigxina nakwabo basebenza ithutyana kunye nabaqeshwe zii “labour brokers”.
SIQINISEKISIWE ISIVUMELWANO SAMAHOLO SEMINYAKA EMI-3 PHAKATHI KWABAKWA-SARS NE- NEHAWU NE-PSACollective Bargaining Agreement • April 3rd, 2019
Contract Type FiledApril 3rd, 2019PRETORIA, ngoLwesibili, mhla zi-2 kuMbasa 2019 - UPhiko lweziMali eziNgenayo eNingizimu Afrika (SARS), i-National Education Health & Allied Workers Union (NEHAWU) kanye ne-Public Servants Association of South Africa (PSA) bavumelene ngesivumelwano seminyaka emi-3 sokunyuswa kwamaholo ngo-8% emholweni wonyaka i-Guaranteed Total Packages wabasebenzi abangaphansi kweziNyunyana kulo nyaka, okuzoqala mhla zi-1 kuMbasa 2019.
ContractEmployment Agreement • April 2nd, 2023
Contract Type FiledApril 2nd, 2023Ungasebenza ukufikelela kwiyure ezi 10 zomsebenzi ongaphaya kwexesha ngeviki, ukongeza kwiyure ezi 45 eziqhelekileyo ozisebenzileyo.
MalunguSalary Agreement • October 30th, 2021
Contract Type FiledOctober 30th, 2021Kulandela umbiko wangezinga‐ (07/09/2021) ngesivumelwano esisayinwe izinyonyana nomqashi sokwenyuka kwemiholo, sicela wamukele nansi ikhophi yesivumelwano ebhalwe ngesingisi nangesizulu.
ContractEmployment & Human Resources • May 17th, 2017
Contract Type FiledMay 17th, 2017
UMONGO OSISISEKO KWIMEKO ZOMTHETHO WOMSEBENZI KA 1997Basic Conditions of Employment Act • December 30th, 2019
Contract Type FiledDecember 30th, 2019Esi silandelayo sisishwankathelo samagatya ecandelo loMongo osiSiseko kwiMeko zoMsebenzi woMthetho ka 1997, njengoko ulungisiwe