Memorandum of Understanding Sample Contracts

IMEMORANDAMU EMAYELANA NEMINQOPHO YOKWENZA IINKHIBELELO ZOMTHETHOMLINGWA OSIKHIBELELO SOMTHETHOMLINGWA WABANTWANA WEEN-2020
Memorandum of Understanding • October 27th, 2020

IKhotho eKulu, mhlana zima-28 kuSinyikhaba 2017. Yanikela uN- gqongqotjhe hlangana nokhunye, ukulungisa nokufaka phambi kwePala- mende iinkhibelelo ezifaneleko ezimayelana noMthetho wama-38 wabaNt- wana woMnyaka ween-2005 (“uMthetho wabaNtwana”) noMthetho weSizo laBantwana we-134 womNyaka ween-2004 nokwenza lokho ngesikhathi seenyanga ezi-15 ukusuka ngelanga lokukhitjhwa koMyalo weKhotho uk- wenzela ukukhipha iinsombululo zomthetho ezimayelana nehlelo lok- umbelekela. Isikhathi seenyanga ezi-15 esabekwa myalo wekhotho saphela

IMEMORANDAM ENGEENJONGO ZOMTHETHO-SIHLOMELO OYILWAYO WABANTWANA, WOWAMA-2020
Memorandum of Understanding • October 27th, 2020

Inkundla ePhakamileyo, ngomhla wama-28 kweyeNkanga 2017, yayalela uMphathiswa phakathi kwabanye, ukuba alungise kwaye azise phambi kwePalamente, izihlomelo ezifanelekileyo kuMthetho waBantwana 38 wowama-2005 (“uMthetho waBantwana”) noMthetho woNcedo lweNtlalo 13 wowe-2004 kwaye akwenze oko kwixesha leenyanga ezili-15 ukususela ngomhla woMyalelo weNkundla ukuze kwaziswe isisombululo esinabileyo esisemthethweni ngokubhekiselele kwinkqubo yonakekelo lomntwana on- gengowakho. Ixesha leenyanga ezili-15 ekubhekiselelwe kulo kumyalelo